Newsletter Help
Change language Xhosa (isiXhosa)

Ixabiso lotshintshiswano

Become a KPR member, and enjoy cheaper prices immediately. Register here.

Delivery to 24 countries is now much cheaper. Click here to learn about new shipping fees to your country.

Samkela intlawulo ye kheshi yalemali elandelayo:

Yuropu Yuro
i-USA (Amazwe amanyeneyo ase Amerika) USD US dollar
iCzechia Czech crowns

Ukubangaba ufuna ukusihlawula nangaluphina olunye uhlobo lwemali, nceda ukwenze oko kodwa usebenzise olu tshintsho lwemali lulandelayo:

iCzechia 1 € = 27 Kč
i-USA (Amazwe amanyeneyo ase Amerika) 1 € = X USD (www)

iBulgaria 1 € = 1,95 лв.
iCroatia 1 € = X Kn (www)
iHungary 1 € = X Ft (www)
Poland 1 € = X zł (www)
Romania 1 € = X RON (www)
Serbia 1 € = X din. (www)

Umzekelo:

Imbewu ixabisa i 90 Yuro. 90*1,40=126 USD
Imbewu ixabisa i 90 USD. 90*0,72=64,8 Euro.

Awukwazi ukufumana iimbewu okanye izityalo ozifunayo kuluhlu lwethu? Sazise iimfuno zakho sakuzama ukukuthumelela zona.


Wongeze le ayitemu kwinqwelo yakho yokuthengela.