Newsletter Help
Change language Xhosa (isiXhosa)

Oyster mushroom (Pleurotus ostreatus)

Become a KPR member, and enjoy cheaper prices immediately. Register here.

Delivery to 24 countries is now much cheaper. Click here to learn about new shipping fees to your country.

Sinikezela nge offer ye Oyster mushroom spores ebizwa "imbewu" okanye "izithole". Ngumbona olinywa ngokuhlukileyo ukhuliswa ngokugqithisileyo ngesichumiso se Oyster mushroom mycelium. Imdewu yamakhowa enjalo ungayihlanganisa nalengca ephothwayo ukuze ulungiselele ukwenza eyakho ibokisi yekhowa yokukhulisela izinto. Enye indlela yokukhulisa i Oyster mushroom kukuba ubeke lombona ne mycelium phezu kwenkuni.

Ungathenga ipakethi encinane ye 100 grams yalombona ochunyiselwe nge mushroom mycelium okanye ungathenga nawuphina umlinganiselo nge kg.

Udinga i 1 kg yembewu yekhowa kwi 10-30 kg ye straw.



amaPhepha:  A C E F G K P Q S T 
amaPhepha:  1 
Inamba ye odolo Igama lodidi (igama le Latini Species) iLizwe lemveli Ixabiso nge Euro
Ixabiso lamalungu e KPR / Ixabiso labangengomalungu
MU2  Agaricus arvensis   iSlovakia  
1 kg iimbewu Yongeza kwinqwelo othengela kuyo
35 € / 40 €
 
MU3M  Agrocybe aegerita (100 g)   iSlovakia  
1 imbewu Yongeza kwinqwelo othengela kuyo
15 € / 20 €
 
MU3  Agrocybe aegerita   iSlovakia  
1 kg iimbewu Yongeza kwinqwelo othengela kuyo
40 € / 45 €
 

amaPhepha:  A C E F G K P Q S T 
amaPhepha:  1 


Wongeze le ayitemu kwinqwelo yakho yokuthengela.