Help
Change language Xhosa (isiXhosa)

Indlela onga odola ngayo

New: Truffle trees Betula, Carya, Castanea, Corylus, Quercus
New: Perennials
New: Amatyholo nemithi ekwazi ukumelana neqhwa: Corylus jacquemontii Shop (iIndiya)

Become a KPR member, and enjoy cheaper prices immediately. Register here.

Eyona ndlela ilungileyo yokwenza iodolo kukuthumela iodolo yakho kwi e-shop.

Iodolo yakho ungayihlawula:

1. nge kheshi ifakwe kwi register ye air mail [Samkela intlawulo ezi € - Euro, Kč (Czech crowns) ne USD]
2. ithunyelwe nge banki yekhaya okanye kufakwe ikheshi kwi akhawunti yebanki yasekuhlaleni kulamazwe alandelayo: iBulgaria, iCroatia, iCzechia, iHungary, iMontenegro, Poland, Romania, Serbia
3. ithunyelwe ngebanki (international money order) kwi akhawunti yebanki yethu e Slovakia / Germany
4. ithunyelwe nge ProPay banki (uluhlu lwamazwe)kwi akhawunti yebanki yethu e Bulgaria / Romania
5. nge Eurogiro - OUR
6. nge WESTERN UNION
7. nangayiphina enye indlela yentlawulo – samkela zonke intlobo zentlawulo ukuze ukuthenga kwakho kuthi kukonwabise

Intlawulo yakho yekheshi kufanelwe ithunyelwe kwi adresi yesebe lethu i Czechia. Intlawulo yebanki kufanelwe ifkwe kwi akhawunti yebanki yethu kulamazwe alandelayo: iSlovakia, iBulgaria, iCroatia, iCzechia, iHungary, iMontenegro, Poland, Romania, Serbia

Ibanki ezininzi kwi European Union zinika i money orders ze international (bank transfer) ngaphakathi kwi European Union (iSlovakia ililungu le EU) ngaphandle kwentlawuliso ukubangaba i Swift Code ne IBAN Code inikeziwe. Ibanki yethu ayikuhlawuliseli olu hlobo lwentlawulo.

Ukuthumela ngeposi

I odolo ze international zikhutshwa eCzechia. Lendlela yokuthumela engezantsi yenzelwe ukuba ube nolwazi ngokubanzi. Sakufumana into oyithengayo siyakuyazi eyona mali kufuneka uyihlwulile yokuthunyelwa kwayo kwilizwe lakho.

iECONOMIC – enga inshorwanga

Indawo yokufikela Ukuthunyelwa kwe odolo kuhlawulelwa nge Euro (€)
ukuya kutsho kwi 250 g ukufika ku 500 g Ukuya kutsho ku 1 kg Ukufikela kwi 2 kg nangaphezulu
Yuropu - Uluhlu lwa mazwe 4 € 6 € 8 € 12 € Siyakukwazisa
Ngomhlaba nolwandle 4 € 6 € 11 € 14 € Siyakukwazisa
Ukuhamba umhlaba emoyeni/ngomoya (prioritaire) 5 € 6 € 12 € 16 € Siyakukwazisa

iREGISTERED LETTER – e inshoriwe

Indawo yokufikela Ukuthunyelwa kwe odolo kuhlawulelwa nge Euro (€)
ukuya kutsho kwi 250 g ukufika ku 500 g Ukuya kutsho ku 1 kg Ukufikela kwi 2 kg nangaphezulu
Yuropu - Uluhlu lwa mazwe 5 € 6 € 10 € 14 € Siyakukwazisa
Ngomhlaba nolwandle 5 € 8 € 12 € 15 € Siyakukwazisa
Ukuhamba umhlaba emoyeni/ngomoya (prioritaire) 7 € 9 € 14 € 20 € Siyakukwazisa

Express Delivery by EMS (Express Mail Service)

For some countries you can order Express Delivery service. Guaranteed delivery within 4 days after sending the order, online Track&Trace of the shipment, insurance included.

However, as for our experience with such services, this shiping method if often several times slower, that our standard shipping method (air mail letter or parcel). For example for Asian countries it sometimes took even 30 days to receive your order (although guaranted delivery is 4 days only!), while delivery time of the standard air mail letter / parcel to the same destination takes only 7 days. Therefore we do not recommend to use EMS services as it is much more expansive and unfortunately much more slower.

Unamava okuthengisa izityalo ukususela 1998 ukuya ku 2008

Inani lentlobo ebezinikezelwa ukususela kuimit 1998 to 2008

Inani lentlobo ebezinikezelwa ukususela kuimit 1998 to 2008

IMITHETHO NEMIQATHANGO EYAZIWAYO

Xa imithetho yembewu, nempahla nezinto ekufuneka uzisebenzisile ukuya phambili, akutsho ukuba yembewu kuphela, kodwa nezityalo, nezinye intlobo zezityalo okanye ezilolohlobo lwentlo yezityalo (iimbewu, izityalo, imitshwezo, meristematic tissues, pollen, njalo njalo).

EZINGANIKEZWA NAMAXABISO

Onke amaxabiso akhethiwe azi Euro. Sikwayamkela nentlawulo ye Kč (Czech crowns), ne USD. Ukutshintshela kwezinye ezamkelekileyo imali kufanele kwenziwe ngokwendlela yethu yokutshintsha. Intlawulo yokuthumela ayifakelwanga kulamaxabiso angentla. Amaxabiso ethu angatshintsha ngokuhambelana namaxesha onyaka, iziphumo ikukuba imbewu ifumaneka kangakananina, nokuba ukuvunwa kwayo kusokolise kangakananina, ukuyilungisa, nkuyigcina. Ngoko ke amaxabiso ethu angatshintsha kwesilumkiso. Olu luhlu lwamaxabiso (lupapashwe kwi www.kpr.eu) luthathe indawo yoluhlu obelungaphambili. Izinto ezikhoyo zixhomekeke ekuthengweni kwebezingaphambili. Nceda ukhangele ukuba zikhona na izinto phambi kokuba wenze naphina intlawulo.

INTLAWULO NEMITHETHO

Intlawulo yakho kufuneka ifunyanwe phambi kokuba izinto ziyhunyelwe. Intlawulo yakho kwi KPR zingekapheli iintsuku ezi 15 emva kokuqinisekisa iodolo yakho ye KPR.

UKUKHUTSHWA

I odolo zidla ngokuthunyelwa ngokukhawuleza sakufumana intlawulo yakho. Akunamntu ozokusolwa ngembewu ethuyelwe yalahleka kuba ingenzelwanga insurance ngaphndle kokuba ibiyikhethelwe i insurance yayenzelwa ngaphambi kokuba ithunyelwe. (lonto itsho nokuba beziphakame kangakananina indleko zokuyithumela.)

UKUCINYWA KWE ODOLO

I odolo xa sezenziwe zahlawulelwa zingacinywa ngemvume ye KPR.

ISIQINISEKISO

i KPR Iqhele ukunikeza iminyaka e 2 yesiqinisekiso kwezinto zilandelayo:
- Iimbewu ezi fresh, ezingazikhulela, nezingakhuliswa.
- Iimbewu nezityalo ezigcinwe ngenyaniso ngokwenkcazelo kungekho zinambuzane nazilwanyana zizonakalisileyo.
Isiqinisekiso sethu seminyaka e 2 siqala ngomhla wokufika kwezinto zethu.

UKWALA NOKUBUYISELA

Zonke i odolo zifanele ukukhangelwa ngokukhawuleza xa zifika ukuze nokwaliwa nokunganeliseki ngazo okwaso nesiphina isizathu kwenziwe ngembalelwano ukuze yamkelwe yi KPR ngaphambi kokuba ziphele intsuku zokusebenza ezi 15 izinto zifunyenwe.

iKPR ayinakuzamkela naziphina izinto ezaliwa emva kokuba iimbewu zisetyenzisiwe, ezityaliwe, zathunyelwa kakubi, ezigciniwe okanye ezilungisiwe. Ungayibuyisi imbewu ungekafumani imvume .

Ukweza i odolo nagayiphina indlela kutsho ukuba uyamkelile lemiqathango nemithetho engentla.

ATTENTION! Before placing an order find out about the plant import and phytosanitary regulations for your country. Do not import species forbidden by laws to your area. Many plants have become invasive weeds in far flung areas of the world, and while we cannot necessarily predict which plants will become invasive in which regions, most countries have lists of declared invasive weeds which people are requested not to grow, or can be prosecuted if they do grow them. Please consult your conservation authority, find out which plants you should not import and grow and take care that you do not unwittingly import any known or potential invasive aliens into your area.

When you place an order, you automatically herewith agree with the terms and conditions of the transportation company. Customers outside of the European Union: Please note that we cannot take any responsibility if your shipment is confiscated by you country due to your country's import laws, import permits or custom rules.

Wongeze le ayitemu kwinqwelo yakho yokuthengela.